IKati Eyayinothando
One snowy night a mother hare rushes in, desperate for help. Reluctantly, the healer cat travels with her through a nighttime snowstorm and biting cold winds. In a dark forest, Celesse comes face-to-face with a scary surprise and is forced to gather her powers for the first time in a while.
---
U Khiti wayeyikati eyayidumile kwaye ithandwa ekuhlaleni. Wayethandwa kakhulu nangu Metroni, lonto yayimenza ukuba xa esonqena aye kugcakamela ilanga endlwini yakhe.
Kuthe ngemini ethile kwafika umama uMvundla efuna uncedo. Indlela awayexineke ngayo, kwanyanzeleka ukuba u Khiti ahambe naye. Kwakusebusuku, kubanda, kwaye kukho neqabaka, kolo hambo u Khiti wadibana neyona nto eyamothusa kakhulu.
Emva kobobusuku obabunzima, uhambo lwabo lwaba yimpumelelo. Laphuma ilanga, ne ntliziyo ka Khiti yabonakala ichwayitile.
- Alaotsikko
- Xhosa Edition of The Healer Cat
- Kirjailija
- Tuula Pere
- Kuvittaja
- Klaudia Bezak
- Kääntäjä
- Sindiswa Gloria Matyobeni
- ISBN
- 9789523572478
- Kieli
- xhosa
- Paino
- 363 grammaa
- Julkaisupäivä
- 1.9.2021
- Kustantaja
- WickWick
- Sivumäärä
- 40
